FANDOM

2,054,077 Pages

StarIconGreen
LangIcon
To Those We Love

This song is by Miriam Makeba and appears on the album An Evening With Belafonte/Makeba (1965) by Harry Belafonte and Miriam Makeba.


Bahleli bonke etilongweni
Bahleli bonke kwaNongqongqo
x2

Hee hee hee halala
Hee hee hee halala

Nanku nanku nanku sobukwe
Nanku nanku etilongweni
x2

Yini baba Luthuli
A uzotheni uzotheni

Nanku nanku nanku Mandela
Nanku nanku etilongweni

Nanku nanku nanku Sisulu
Nanku nanku etilongweni

Yini we maAfrica
A uzotheni uzotheni
x2

Bahleli bonke etilongweni
Bahleli bonke kwaNongqongqo
x2

External links

Community content is available under Copyright unless otherwise noted.